Yilwa Umlo Omhle/Hlasela Ingcambu Hayi Isiqhamo
1 Timoti 6:1-12
Xa ufunda iBhayibhile uzobona ukuba uSathana ulichule lokuqhatha, ukufaka Diversioin!
– uSathana ufuna sigxile kwizinto ezingalunganga. – i-raceism, abortion, ukuxila, Ezi zinto zisqhamo.
– Ukuba ungathanda ukubulala umnti, ingaba uzokwenza ntoni? uzokha (pick) iziqhamo? hayi uzohlasela ingcambu.
– uSathana ulicule lokufaka izinto eziyi-faki endleleni yethu ukuze sive kamnandi. Kwaye abantu bakhawuleza ukuzithatha (Izinto zakhe zilula ukuzifumana. (Zinto zikaSathana zitshipu, ziyifeyki, zizokushiya nezandla ezingena nto).
Izinto zonke ezilungileyo ezenziweyo nguThixo, uSathana unefeyiki yakhe. Uxolo, uvuyo, uthando, ubulungisa, – nomzamo omhle, – v12 ithi ngesiNgesi ilwa umlo omhle, “fight the good fight”,
– Kukho umzamo omhle, kwaye umzamo ongalunganga. (okanye imizamo emininzi engalunganga).
-Kwakhona uSathana ulicule lokwenza sigxile kwinto engalunganga.
Haleluya uThixo akasishiyanga engezandla ezingenato: 2Kor 2:11 ukuze singabonelelwa nguye uSathana; kuba amaqhinga akhe siyawazi
Ndinombuzo, Ingaba usemlweni omhle?
(v1-2)
I. Namhlanje kukho Imfazwe yeSocial Justice: Kukho umlo wokulungisa iingxaki zonke zezolo (6:1-2)
A. Apha sibona into, Lendawo ithetha ngamakhoboka; Kunzima ukuqonda – IBhayibhile ayisifundisi ukuba amakhoboka alungile, Iyasifundisa enye into.
1. Sonke singavuma ukuba amakhoboka yinto engalunganga.
2. Emakhobokeni, iva njengento ekumele silwa ngokuchasa na?
B. Ithini iBhayibhile? kwakumele batoyi toye ngayo na? Hayi!
1. Ithi, “angababalela abaniniwo ekuthini, bafanelwe yimbeko yonke“- IBhayibhile iyalela amakhokoba ukubabeka abaniniwo, v2 nokubakhonza abaniniwo abo.
2. Ayivakali kakhuhle; mandinikhumbuze izinto ezininzi kwilizi zivakali, kufuneka sizikholwa ngokholo (iindaba ezilungileyo azivi kakhuhle, umntu engenatyala wayebulalwa ngabantu abanamatyala)
3. Isa 55:8 Kuba iingcinga zam asizizo iingcinga zenu, neendlela zenu asizizo iindlela zam, utsho uYehova.Isa 55:9 Inene, njengokuba izulu liwuphakamele umhlaba, ngokunjalo iindlela zam ziziphakamele iindlela zenu, neengcinga zam ziziphakamele iingcinga zenu.
C. Ithi, “ukuze igama likaThixo nemfundiso inganyeliswa” – ngamanye amazwzi, Indlela yamakhokoba (yabasebenzi) yokuhlonipa abaniniwo (abaphathi), yayizochapazela umyalezo wevangeli.
1. Kufuneka sithathe isigqibo sokukholwa ilizwi lonke njengenyaniso, nangona singaliqondi kakhuhle
D. Abanye bacinga amaKristu kumele agxile ekulungiseni iingxaki zezolo, kodwa iBhayibhile ayifundisi lonto; ukuba sigxila ukulungisa iingxaki zonke zezolo asizogxila kwiingxaki zamhlanje.
1. Mat 6:33 Funani ke tanci ubukumkani bukaThixo nobulungisa bakhe, zaye zonke ezo zinto ziya kongezelelwa kuni.Mat 6:34 Ngoko musani ukuxhalela ingomso; kuba ingomso liya kuxhalela okwalo. Buyanele imini leyo obayo ububi.
2. Ukuba ugxila kwiingxaki zengomso okanye kwiingxaki zezolo, awugxili kwiingxaki zanamhlanje.
3. Kwaye abantu badinga ukuva iingxaki zabo. (baselegwetyiwe! bonke!)
E. Isiko lethu lizosifundisa ukuba iingxaki zabantu zingenxa izolo, zingenxa izenzo zabanye
1. uSatana ulicule lokwenza sigxile kwabanye abantu. Ukuba sigxila kwabanye abantu, asizozicikida
2. USathana ufuna ukuba bonke abantu bava njengamaxoba (victims), ukuze asizicikidi, ukuze asiboni iingxaki zethu.
F. uSathana angathanda ukusiqhatha, enyanisweni xa singxila kwiingxaki zezolo, siqhatwa nguSathana,
1. Iingxaki zabantu bonke, sisono; kwaye ngokukhawuleza sizongena kumlo ongalunganga.
G. (v2) uThixo waxelela uTimoti ukufundisa amakoboka ukungadeli abanini babo ngenxa babengabanini, wayebaxelela amakoboka ukungazami ukusebenzisa isikhundla sabo elukholweni njengendlela ukufumana inzuzo, Wayebafundisa ukuhlonipa abanini ukuze bonke bazuze.
1. Ngamanye amazwi amakhoboka ayengakwazi ukuzama ngokulungisa abanini, kodwa amakhoboka kwakumele azigxila-agxile kuwo
2. asikwazi ukulungisa abanye, umlo ongalunganga -asikwazi ukulungisa iingxaki zezolo – lento iyahamba ngokuchasa isiko lethu, yindlela kaThixo – gxila ukuzilungisa
H. Kwaye sonke kumele sifundise ezi zinto (2b)
v3-5
I. (v3) Ukuba abanye baphakama enkonzweni bafundisa enye into, babengaqondi bathetha ngantoni.
1. ipulpit yayigcwala nabafundisi abangoluhlobo(1:7)babefundisa kodwa babengaqondi babefundisa ntoni/ (bafundisani).
J. umntu ofundisa “amazwi aphilileyo angawaseYesu Kristu,” ofundisa iimfundiso eziphilileyo engokokuhlonela uThixo” Lomntu uhlasela ingcambu, usemlweni omhle
1. khumbula iingxaki apha ehlabathi, abantu abamhloneli uThixo
2. abanye babefundisa abantu babo ukuphakama ngokuchasa injustice, ukuhlasela isiqhamo
K. Babeqhathwa nguSathana ukungena komlo o-counterfeit
1. uSathana ulicule, khumbula kulula ukuphakama ngokuchasa into engalunganga, kuzima ukutshitsha imeko
2. Indlela yokutshitsha imeko kukutshitsha intliziyo, kukuziqhelisa ukuhlonela uThixo. iqala ngawe!
3. Khumbula kuzothatha umzamo omkhulu ukuziqhelisa ukuhlonela uThixo;
4. Esahlukweni 4 iyasinika ii-excercise
a) (5) NgCwalisa izenzo zonke zakho nelizwi nomthandazo
b) (9) kholwa ilizwi likaThixo lonke njengenyaniso
c) (11) Tshintsha incoko yakho
d) (13) FUNDA ilizwi
e) (14) Sebenzisa isipho sakho ecaweni
L. Ukuba uyabona/phanda zonke zimalunga imali (ziyafana neneengxaki zabantu banamhlaje). (v6-10)
M. Abo bantu bazama ukulungisa iingxaki zezolo, bagxila kwimali.
1. Kuba abantu bacinga iimali izolungisa iingxaki zabantu
N. Baqhatwa nguSathana ukucinga iimali izobanika uxolo, ubulumko, ukuseleko, injongo, ubomi obugqithiseleyo
1. Ewe, imali ingatshitsha ubomi ngokuqinisekileyo, kodwa imali izochaphazela iphakade komntu (sifunda ngayo ngecawa)
2. “Yingcambu yeento zonke ezimbi”
O. Uthando lemali izokukwenza ukungena emlweni ongalunganga oko!
P. (v11-12)Qaphela- Baleka
Kuzothatha umzamo omkhulu ukulwa umlo omhle, okanye uzoqala ukulwa umlo ongalunganga, kwaye uzomosha ubomi bakho. uzophela nezandla ezingenanto.
Kufuneka ukhumbule uSathana ulicule lokuqatha abantu!
0 Comments