Ababhali

Port Elizabeth

Mfundisi Mkuseli  (Pastor Jeremy Hall)

Igama lam nguMkuseli (nguJeremy NgesIngesi). Ndafika apha eMzantsi Africa ekupheleni ngo2013 nosapho lwam. Igama lenkosikazi yam nguNomsa (nguRebekah NgesIngesi). Sinabantwana abahlanu. Ndisebenza eSoweto Baptist Church njengomfundisi. Saqala ibandla laseSoweto ekupheleni ngo2015. Ngumqweno wam njengomfundisi, njengomnye, njengotata kukudumbisa uYesu Kristu ngobomi bam. NjengoMpostile uPawulos, siqwenela “siluleka wonke umntu, sifundisa wonke umntu ngabo bonke ubulumko, ukuze simise wonke umntu egqibelele ekuKristu Yesu;” KwabaseKolose 1:28 

Mfundisi Sipho Bonga