Umlungiseleli Omhle (II)
uTimoti 4: 6-16
Njengetshayelelo ndizohlola(review)/phinda izinto esizibonayo ngeCawa. Siqale ukufunda ngokuba ngumlungiseleli omhle.
– Kufuneka siphulaphule isilumkiso soMoya.
– Kuzobakho abantu abazoshiya ukholo “exesheni ngasemva”
– Kufuneka sibe nesazela esicocekileyo
– Ukuze singaba nesazela esicocekileyo, kufuneka siphinde isilumkiso soMoya, silumkisa abantu ngemfundiso zeedemon
– Mamela, ukuba ukholwa kwenye into ngaphandle koYesu Kristu, imfundo, izinyanya, omnye umntu, ukukunika ithamsanqa, iintsikelelo, usindiso, uxolo, izityebi; ukukunika ukhuseleko, intsingiselo, ijongo ebomini bakhe, ukholwa kwimfundiso zeedemon. (Guquka, kholwa kwigama likaYesu Kristu!)
– Ezi zinto zifunyanwa kuYesu Krestu qha!
– Kufuneka singcwalisa izenzo zethu zelizwi nomthandazo
– Sithelekisa amazwi ethu nezenzo zethu zonke nelizwi, ukuze sibe nesazelo esicocekileyo.
– (V6)Kufuneka sisibeke ezizinto phambi kwabantu
(V7-8) Ukuze ubengumlungiseleli omhle kuzofuneka ulwazi umahluko ngaphakathi kwiimfundiso zeedemon nemfundiso ezilungileyo. Kuzothatha
I. Umzamo omkulu! (V7)
A. ithi “ziqhelise” – Siziqhelisa nezinto ezibalulekileyo kuthi.
B. Umzekelo: Xa amakhwenkwe aya ehlathini, afuna ukuya, aqwenela, alindela ukungena ehlathini
1. Umkwetha (abakwetha) ufunda izinto zamadoda, unqhaya amazwi amatsha, ulwimi olutsha na?
2. Baziqhelisa ngendlela entsha yokuphila na?
C. uPawulos waxelela uTimoti apha, ukwenza lento “Ziqhelisa ukuhlonela uThixo”
D. Kuzothatha umzamo, ayizokwenzeka nje. Yiyo loo nto ngesingesi ithi“exercise yourself to” –
E. (v8) ithi ngesingesi “bodily exercise profiteth little”: ukuqhelisa/ingqeqesho kuthatha umzamo omkhulu.
1. Njengoba unawo umzimba ofit kuzothatha ingqeqesho enkulu,
2. Ubengumlungiseleli omhle kuzothatha ingqeqesho eninzi.
Njengoba umzimba wakho udinga ii-exersize ezihlukileyo umoya wakho udinga ii-exersizes
II. Yintoni ii–excersie zakho?
1. (V9) Kholwa ilizwi likaThixo lonke
a) (V9) kufuneka uthathe isigqibo ukukholwa, “ukwamkela konke”, lonke ilizwi.
b) Hayi ezazindawo ezithandwa nguwe nje. Lonke ilizwi! Xa iBhayibhile ithi into, ayinamsebenzi ukuba uqonda yonke okanye awuqondi kutheni yayifakwa, ulwamkela lonke.
c) (V10)kukukholwa ilizwi kukulithobela, kukulithemba. Ukuba awulithobeli, awulikholwi!
d) Ukuba iscience isixelela/fundisa into engahambisana nelizwi,
e) Enye into, Sikholwa ilizwi; iscience iyatshitsha oko, ilizwi alitshintshi!
2. (V11) Tshintsha incoko yakho
a) Kufuneka uqale ukutshintsha incoko yakho. “Thethela”, “fundisa” ayinamsebenzi ukuba ungumfundisi ecaweni okanye ulilungu lebandla nje.
(1) Unguthitshala – Amadoda amakhulu for amadoda amatsha Abafazi abakhulu for abafazana, abazali for abantwana, njalo njalo.
b) Ngumsebenzi wakho ukwenza abafundi. Awukwazi ube ngumlungiseleli omhle kwaye ungenawo umfundi. (UMateyu 28:19-20) – Ingaba Baphi abafundi bakho?
c) (v12) ayinamasebenzi ukuba ungumfana, uyindoda, ungutamkulu. Ubengumzekelo.
(1) – “ngentetho, ngehambo, ngothando, ngokholo, ngobunyulu.“
3. (V13) Funda ilizwi
a) Ingenakwenzeka ube nemfundiso entle ukuba ungafundi (impossible)
b) Ingaba ufunda iBhayibhile ixesha elingakanani ngemini?
c) Wakhe walifunda ilizwi lonke? IBhayibhile yonke?
d) Ingaba ungakohlwa kwinto ongaviyo? Awukwazi! uThixo akuxwlela ungakwazi ngaphandle kokuva!
(1) KwabaseRoma 10:14 Rom 10:14 Bothini na ke ukumnqula lowo bangakholwanga kuye? Bothini na ke ukukholwa kulowo bangamvanga?
4. (V14) Sebenzisa isipho sakho, itallent yakho, ecaweni
a) Umlungilselei omhle unomlungiselelo! – Yinto umlungiselelo lwakho?
b) Eph 4:7 Ke elowo kuthi wababalwa ngokomlinganiso wokupha kukaKristu.
c) 1Co 12:27 Nina ke ningumzimba kaKristu, ningamalungu ngokwabelwa izabelo.
d) Icawa ikhona ukukuncedisa ukukhangela nokuphuhlisa/ nokupraktisa isipho sakho! Abantu abadala ecaweni bazobona isipho sakho, bazothandazela wena.
e) Yiyoo lonto sihlanganisa oko.
(1) Yingozi kakhulu ukuyeka ngokuya ecaweni
(a) Heb10:25 singakuhilizeli ukuhlanganisana kwethu, njengesiko labanye. Masivuselelane kube kokukhona, niyibona nje ukuba imini leyo iyasondela.
(2) ivesi enye phambi kwayo ithi
(a) Heb 10:24 Kanjalo masinyamekelane, ukuba silolane eluthandweni nasemisebenzini emihle;
(3) “Ungasihilizeli isipho esingokubabalwa”
f) Sidingana! Sikhuthazana ukuqubekeka xa sihlanganisana.
g) (V15-16) Kuyafana nokugyma, “hlala kwezi zinio”; Suncama
(1) Ukuba ubuzama ukugyma wedwa uyayazi, kunzima
(2) Sisebenzise isipho sakho!
(3) Suko nqena!
Ukuze ubengumlungiseleli omhle – sebenzisa ezi zi-excersize
1. Thatha isiqqibo sokukholwa ilizwi lonke (ayinamsebenzi ukuqonda kwakho)
2. Tshintsha incoko yakho
3. Funda ilizwi
4. Sebenzisa isipho sakho
0 Comments