Ukunyula Abakhokeli Ebandleni
1Timoti 5:17-25
– Ukuba ubufunda lencwadi nathi, uyaqonda; uTimoti wayeshiywa nguPawulos ukusebenza njengomfundisi ecaweni yaseEfese
(1:7) Kwakukho amadoda, inoba babenyulwa ela bandla, okanye babephakama nje ebandleni laseEfese, kodwa babengaqondi babefundisa ntoni.
(4:1) Babelahlekiswa/qhathwa ngoomoya abalahlekisayo, babeqala ukufundisa imifundiso zeedemon
– Ingaba Uyakhumbula yintoni iimfundiso zedemon?
-Ukuba umntu ukholwa kwenye into ngaphandle koThixo oyinyaniso nendlela yakhe ukumnika ithamsanqa, iintsikelelo, usindiso, uxolo, izityebi, ukhuseleko, intsingiselo, nenjongo ebomini bakhe, lomntu ukholwa kwimfundiso zeedemon.
– Iimfundiso eziphilileyo zikufundisa, kukho into enye (umntu omnye) ngaphakathi kuthi noThixo oyinyaniso, kukho umthetheleli omnye igama lakhe nguYesu Kristu
2:5 Kuba mnye uThixo, mnye nomlamli (mthetheleli) phakathi koThixo nabantu, umntu uKristu Yesu. (Uzisa uxolelaniso nathi noThixo)
(5:17) “amadoda amakhulu,” abaveleli, abafundisi (lamagama athetha ngento enye), kumele bafakelwa njengabakhokeli
– “makabalelwe ekuthini afanelwe yimbeko ephindwe kabini” kuba bakunika into eyonanto ebalulekileyo ozofumana apha ehlabathini, iimfundiso eziphilileyo.
Sifuna ukuqiniseka ukuba ababantu baphakama enkonzweni, not abo bantu babeqhatwa ngoSatana, bafundisa iimfundiso zedemon.
Uzoba no…
I. Ubunqinba obulungileyo: abuzobonkala ngokukhawuleza
A. V22 – iBhayibhile, ngakumbi kwitestamente endala, abakhokeli babebeka izandla zabo ngaphezu kwabantu abanyuliweyo ngomsebenzi obalulekileyo.
1. Wawungumfanekiso wokunyulwa emsebenzini kaThixo
B. uTimoti wayelumkiswa ukwenza lento ngokucotha; Silumkiswa (njengabakhokeli) ukuqaphela ukwenza lento, ngokucotha kakhulu.
1. 4:14 – yayenzeka kuTimoti – yayenzeka kum eMelika – ngenye imini izokwenzeka apha – nabakhokeli bethu.
C. Xa abakhokeli babesenza lento, babexelela ibandla ukuba lomntu wayengumzekelo olungileyo wokulandela,
D. Kunzima ukubona umahluko – (v24) Awanye amadoda, izono zabo zingaphandle, zilula ukubona kodwa hayi bonke; awanye angamacule ukufihla izenzo zawo, kwaye azokonzakalisa umsebenzi negama likaYesu
E. (v25) kuyafana nemisebenzi yawo; awanye amadoda amakulu angamaculi ukuyifihla imisebenzi emibi yawo
F. Umntu ozosebenza njengomfundisi kufuneka ube nobuqina bemisebenzi emihle
1. Kumbula iimfuneko zomfundisi, esahlukweni 3, Icawa Ayiyoyethu!
a) 1Ti 3:6 angabi ngosandula ukungeniswa, ukuze angathiwa lwalelikratshi, eyele ekugwetyweni koMtyholi. (hayi umntu omtsha elukholweni)
b) 1Ti 3:7 Kanjalo ke umelwe kukuthi abe nobungqina obuhle obuvela kwabangaphandle, ukuze angeyeli engcikivweni nasesibatheni soMtyholi.
2. Lomntu Kufuneka wenze umsebenzi kakhulu ngaphambi kokuyifumana isikhudla somfundisi
a) 1Ti 3:10 Nabo aba ke mabacikidwe ukuqala; bandule ke ukulungiselela, bengabangenakumangaleleka.
G. Ubunqinba obulungileyo: abuzobonkala ngokukhawuleza
II. Kwaye lendawo iyasifundisa Senza ntoni ukuba umfundisi uqala ukuphatha kakubi (v19-12)
A. Khumbula umlungiseleli omhle uzojongana nesono elusaphweni
B. kufuneka sifunde ukwenza lento ngendlela elungileyo, okanye sizokhonzakalisa umsebenzi kaThixo
C. Asivumeli umfundisi uhlala esikhundleni somfundisi xa akazalisekisa iimfuneko zomfundisi, kutheni?
D. Uzoqala ukufundisa iimfundisa zedemon, uzolahlekisa bantu abamlandelayo
E. Kukho indlela eyiyo ukujongana nesono ebomini bomfundisi
1. (5:1) Ngokuhlonipa
2. (5:19) kufuneka abe namangqina amabini okanye amathathu. Ukuba umntu omnye umtyola (accuse) qha, hayi simphika, singamkholi (uSathana uzama ukutshabalalisa umsebenzi)
F. Ukuba kukho amangqina, ukuba kukho isono, senza ntoni? v20 – abantu abahlala esikhundleni sabakhokeli, bafumana isohlwayo sangaphandle, ukuze abanye bafunda ngabo
G. Khumbula, sisafuna ukutsala umfundisi oqhatwa ngoSatana kwicala lethu, so sizokhumbula izinto zonke esizifundayo zokujongana nesono
1. Sizobanesizathu esilungileyo, sizothetha ngokuhlonipha, sizosebenzisa amazi alungileyo, sizozama ukumncedisa
H. Kodwa kufuneka sijongana nesono, asikwazi singamagwala (1Tim1:7)
– Izenzo zamadoda amakhulu zicaphazela ibandla kakhulu
– yo yoo lonto, ukuba awongamela kakhuhle, kumele afumana umvuzo olungileyo
– Ukuba uphazama, kumele ahlwaywa emehlweni wabantu bonke. kodwa ukuba ukhokela kakhuhle kumele alondolozwa/khathalelwa!
0 Comments