Ukudla Ubomi KunguKristu (II)
KwabseFilipi 1:18-21
Siqale ukubona yintoni “Ukudla ubomi” Ukuphila ubomi = yintoni lento kuwe?
– iTV iyasinika iingcinga malunga ubomi; Ngesiqhelo xa umntu enezinto ezinizi uphila ubomi, Ubomi obugqitheseleyo buqamba/benziwe nezinto (uYohane 10:10). Kodwa le yinto uYesu awayithethayo xa wathi ungaba nobomi obugqitheseleyo?
– For umKristu Yinto ukudla/ukuphila ubomi? UPawulos apha wathi :Php 1:21 Kuba kum mna, ukudla ubomi kunguKristu, ukufa kuyinzuzo.
– Yintoni le? Ukudla ubomi kunguKristu?
Sibone into enye; zikhona izinto ezinthathu apha ezicacisa ukudla uKristu.
Ukudla uKristu…
I. Zihambayo iindaba ezilungileyo (ukuphilela ukuspredisha ezilungileyo v12)
A. (V12)”Ndindiga ningazi” = Khumbulani UPawulos wayefuna ukuqiniseka ukuba abantwana bakhe (elukolweni) babeyazi into,
1. Babemthanda uPawulos; Babekhathazekile ngaye; UPawulos wayebhala lencwadi ukuncedisa bona, Wayefuna ukuba abantwana bakhe baphile noxolo/novuyo
2. Izinto ezazizenzeka zazizenzeka”ezihambayo iindaba ezilungileyo”
B. uPawulos wayesokola apha; Wayeqonda ukuba izinto ezimbi zazinejongo; uThixo wayezisebenzisa ukuspredisha/sasaza ivangeli
1. uPawulos wayeqonda lento kwaye wayefuna ukuqiniseka ukuba abantwana bakhe babeqonda lento nabo
C. UThixo wayenabantu endlini kaKesare ukuba babedinga ukuva ivangeli. Ngaphandle kokusokola kukaPawulos, zange ibiyenzeka.
1. UPawulos wayefuna ukusetyenziwsa nguThixo, kwaye uThixo uyamsebenzisa (ngedlela yakhe)
D. UThixo wayesebenzisa ukuhlupheka/ukusokola kaPawulos ukuspredisha ivangeli.
E. Thina, siyafana. Ukuba sizophilela uThixo, sizosokola, kodwa singasokola ngedlela ehlukileyo xa sikhumbula ukuba ukusokola kwethu kunenjongo. Kufuneka sifunde ngokusokola ngedlela elungileyo.
1. uThixo zange alahla isilawuli
F. Sikhujuzwa ukuba elihlabathi alilo ikhaya lethu, singabantu abadula apha, silindela indawo encono, noBawo ogqibeleleyo.
Yintoni ukuphila uKristu? – Kukuphilela ukuspredisa ivangeli – zihambayo iindaba ezilungileyo – Yintoni ukuphila uKristu? –
II. Ukwenza Mkhulu uKristu Emzimbeni Wethu (v20)
A. NgesIngesi ithi, to magnify = bigger, clearer, and closer; Nakhe nabona, nasebenzisa i-microscope? kwiscience class? oogqirha, iiscientist bayisebenzisa i-microscope = Yenza izinto zinkhulu, zicace, nazifutshane
B. uPawulos apha, wathi, UmKristu yenza mkhulu uKristu emzimbeni wakhe…
1. Sonke senza izinto ezinkulu ngomzimba wethu.
2. Xa abantu babona ubomi bakho, Ingaba bacinga ntoni? bacinga ngesikholo, ngumfundi olungileyo, ngumpheki olungileyo, ngumdlali olungileyo??
3. Sonke senza izinto ezinkulu emzimbeni wethu; wena, yinto le ebomini bakho?
C. Ndingakuxelela yinto le ebomini bakho. uPawulos wathi v20 “kuye ngokulangazelela nangokuthemba kwam” ithi ngesIngesi, what you expect and hope
1. Wenza nkhulu into okuyilangazelela nangokuyithemba;
2. Xa ulindela into, xa uthemba into uzoyenza khulu; cinga ngeqela lakho, uthule ngalo na? Hayi! Abantu bonke baqonda ungumlandeli walo. Wenza nkulu igama lalo. Inoba uthenga ityephu, isikipha salo.
3. Ndingakhumbula ngokuya ndafika eMelika nabantwana bam bokuqala. Ndangena emsebenzini kaMama wam, kwaye bonke abantu babazi abantwana bam; kodwa abantwana bam zange bangena kulandawo; njani?
a) uMama wam wabenza bakhulu abantwana bam; wasathetha ngabo, wayebonisa abahlobo bakhe emsebenzini iifoto yabo.
b) Wayelindela bona, wayethemba bona.
D. uPawulos ingaba wayelindela ntoni? uYesu Kristu, ukufika kwakhe; uYesu uzobuya ehlabathini, kwaye uPawulos wayemthemba.
1. wathi v20 “ukuba andiya kudaniswa nganto” -uPawulos wayenethemba elihle, enyanisweni wayekholwa ekufikweni kukaYesu Kristu. Wayecinga ukuba uYesu wayezobuya apha nanini na.
2. uPawulos wayengafuni “ukudaniswa nganto” ekufikweni kwakhe. If uYesu ebezofika, uPawulos wayengafuni ukufunyanwa ukubamba izinto zehlabathi.
3. UPawulos wayefuna ukufunyanwa “emaxesheni onke, enzwie mkhulu uKristu emzimbeni wakhe”- ithi, kungobomi okanye kungokufa.
4. If uYesu Kristu ufika namhlanje, Ingaba uzofunyanwa njani
A) Ingaba uzokufumana ukubamba izinto ezehlabathi?
B) Ingaba ukhathazekile kakhulu kwiqela lakho kunengama lakhe?
C) Ingaba ukhathazekile kakhulu ngosapho lwakho, komsebenzi wakho, kwisikolo sakho, kunengama lakhe?
D) Ingaba ulindela ntoni?
E) Omnye umbuzo; Ingaba senza mkhulu uYesu njani emzimbeni wethu? (v22-26)
(v22-23) Ithemba likaPawulos lalinguYesu, ukuba noYesu, kodwa…
(v24) Babemdinga uPawulos; abanye abantu babedinga uncedo lwakhe;
uPawulos wayezobancedisa/khonza bona; Senza umkulu uYesu ngokuncedisa/khonza abanye – Ingaba ukhonza/ncedisa bani?
Kwaye khumbula awukwazi ukwenza uYesu mkhulu ngaphandle ngokuthetha malunga umsebenzi wakhe for bona.
Sonke senza izinto ezikhulu emzimbeni wethu – Ingaba yinto le ebomini bakho?
Ingaba yintoni ithemba lakho? umsebenzi na? imali na?
Ingaba ulindela ntoni?
Ingaba uncedisa bani, ukhonza bani?
Ukuphila uKristu kukwenza mkhulu emzimbeni wakho!
0 Comments