Ukoyisa Umvandedwa – Ingaba Ukhumbula Ntoni?
KwabaseFilipi 1:1-11
- Abanye batsho lencwandi yincwadi yovuyo; kwaye Ndinixelele, Lencwadi ingakufundisa ukuba novuyo, noba yintoni imeko yakho.
- Kodwa umxholo (theme) walencwadi awuvuyo, kodwa NguYesu Kristu; lencwandi ithetha (ezahlukweni ezi4 qho), ngoYesu Kristu; isebenzisa igama lakhe amaxesha ayi40…
Ndinixelele, lencwadi yincwadi yombulelo. Abantu baseFilipi noPawulos babethandana. Babenobuhlobo obukhulu. AbaFilipi babezuzwa kuKristu ngoPawulos, kwaye babemncedisa uPawulos ngokumnika iminikelo.
uPawulos ubhala lencwadi kwaye uyakhumbula izinto; Ndininika umsebenzi wasekhaya; ukubhala incwadi yombulelo
– Ingaba Kukho umntu omnye owenza umsebenzi? khumbulani – 4:9 Kwa-ezo zinto nazifundayo, nazamkela, naziva, nazibona kum, yenzani zona ezo; waye uThixo woxolo eya kuba nani. (Ingaba ufuna uxolo?…)
Ukuba ungathanda ukuphila novuyo/noxolo noba yintoni imeko yakho, kuzofuneka utshitshe izenzo zakho; apha uPawulos usinika umzekelo wokulandela: Qala…
- Ukukhumbula Umsebenzi Wakho (v1-3 “ekunikhumbuleni”)
- Apha uPawulos uhlala entolongweni; uziqheqhesha ukucinga ngezinto ezilungileyo
- Ukuba kwakukho mntu omele ukuba nesimilo/nomoya/attitude engalunganga, ukuba kwakukho mntu omele uve umvandedwa (depressed), wayenguPawulos. Uhlala (njengoYosefu) entologweni engenatyala, eRoma ngokuthetha inyaniso nje.
- uPawulos wayeqonda ukuba ubomi bakhe babunoxabiso/babusebenziseka; value/worth/usefulness
- Kufuneka ukhumbule lento; Ubomi bakhe babusetyenziswa ukuncedisa abantu abaninzi
- Bubakho nabo bungasetyenziswa ukuncedisa abanye;
- Ngenxa ukuthobela kukaPawulos ukuya eMakedoni, abantu abaninzi baseFilipi babengabantwana bakaThixo.
- uPawulos wayecinga ngalonto etolongweni, ungumkonzi kaThixo, kukho abakhonzi eFilipi kungenxa yena.
- wawungakhlaza, kodwa endawni yalontoo (V3) wayebulela uThixo.
- Wayekhumbula umsebenzi wakhe; wayekhumbula abahlobo bakhe;
- Lento yayimnika uvuyo; 4:1 Ngoko ke, bazalwana bam abaziintanda, balangazelelwayo, luvuyo lwam, sithsaba sam, yimani ngokunjalo eNkosini, zintanda. Waye-invest ubomi bakhe kubo.
- “luVuyo lwam, Sithsaba sam” = Babeluvuyo lwakhe, babesithsaba sakhe; Kukho umvuso emsebenzini apha ehlabathini, naphaya ezulwini.
- Abantwana bethu basithsaba sethu; sithetha ngabo, sibaphakamisa njengento enexabiso elinkhulu.
- Khumbula Kukho uvuyo emsebenzini,
- Khumbula ubonelelo lukaThixo (v4)
- Ndinixelele, le yincwadi yombulelo – Le vesi ithetha ngoncedo lwabo kuPawulos. Babemncedisa ithi “kususela kwimini yokuqala…” kwimini yokuqala kukaPawulos ukusebenza eMakedoni, abantu baseFilipi babemncedisa.(babemnika imali, iminikelo)
- Kodwa uThixo ngabo, babemncedisa uPawulos. (V3) Wayebulela uThixo ngabo. UPawulos wayebona izandla zikaThixo.
- Edaweni yokubona/xila kwiintambo zakhe (v13)= entolongweni yakhe, uziqheqhesha ukucinga ngenyaniso
- Yinyaniso, uThixo wayelungile kuye; nangona wayesetolongweni, abantu ngaphandle babecinga ngaye.
- Ngokuqinisekileyo kwakukho abantu emacaleni akhe abangeyo lonto.
- uThixo ufuna ukusebenzisa lecawa ukukhuthaza umntu njengoPawulos; uyasebenzisa lecawa ngoku
- Kwaye wena nam sisikelelwa nguThixo. zange asilahle sodwa; sinabantu emacaleni kwethu ukuba basithanda; sinosapho olutsha apha. —UThixo uqiniseka ukuba sinokutya
- kwaye ukuba simfumana, 4:19 Ke uThixo wam wokwenzelelela konke ukuswela kwenu ngokobutyebi bakhe, ngokozuko olukuKristu Yesu.
- Matthew 6:33 Funani ke tanci ubukumkani bukaThixo nobulungisa bakhe, zaye zonke ezo zinto ziya kongezelelwa kuni.
- Khumbula uThixo akaqibanga umsebenzi wakhe ebomini bethu (v6-8)
- uThixo usasebenza ebomini bakho; awungumntu onguwe, kwaye akukangumntu ozoba nguye (you are not who you used to be, and your are not yet what you will be)Andingumntu endinguye, kwaye andikangumntu endizoba nguye
- Uzophazama, uzowa kodwa uzophakama. Uyafunda ngokuhamba elukhoweni.
- Imi 24:16 Kuba ilungisa liwa kasixhenxe, livuke; Ke abangedawo bakhubeka phatsi kwenkxwaleko
- Xa uwa esonweni, kulungile; guquka, zama kwakhona
- Lomsebenzi ngumsebenzi omkhulu, uzothatha ixesha elide, “ide ibe yiloo mini KaYesu Krestu”
- uThixo usasebenza ebomini bakho; awungumntu onguwe, kwaye akukangumntu ozoba nguye (you are not who you used to be, and your are not yet what you will be)Andingumntu endinguye, kwaye andikangumntu endizoba nguye
Ukuba ufuna ukoyisa uva umvandedwa
– Khumbula ezi zinto.
– Ihlabathi lisifundisa ukukhumbula izinto, kodwa uThixo usifundisa ukukhumbula ezinye izinto.
0 Comments