Iindima Zazidalwe NguThixo kwaye Zilungile

Written by Jeremy Hall

April 7, 2020

Iindima Zidalwa NguThixo

1Timoti 2:8-15

– Sibone ixesha elidlulileyo senza ntoni kwi-lockdown yethu.

– Sizothandaza (akufuneki sibesecaweni, uThixo ufikeleleka kuthi nanini na, noba ndawoni)

-Ingaba benisenza umsebenzi wasekhaya?

-Kumele sithandazela ntoni? Abantu abalahlekayo, nabakhokeli bethu

1. Cyril Ramaphosa (P).  

2. Dr. Zwelini Mkize (MH SA)  

3. Ms. Sindiswa Gomba (MH PE)

4. Thsonono Buyeye (Mayor PE)

5. Dr. Pakishe Motonoaledi (HA PE)

(V4) UThixo ufuna ukuba abantu bonke basindiswe, “bafikelele ekuyazini inyaniso”

– Sifunda ukuba (v7) afuna ukusisebenzisa, njengoPawulos, ukufeza ​​​intando yakhe. Nakwi-lockdown, Icebo lakhe aliyekanga.

Khumbula injongo yalencwadi 3:14-15 Ezi zinto ndizibhala kuwe, ndithembe ukuba ndiya kuza kuwe kamsinya.1Ti 3:15  Ukuba ke ndithe ndalibala, ndikubhalela ukuze wazi, ukuba kumelwe kukuthiwani na ukuhanjwa endlwini kaThixo, yona ilibandla likaThixo ophilileyo, intsika nesiseko sayo inyaniso.

Lencwadi iyasifundisa, njengoTimoti, ukuziphatha ecaweni
Kufuneka sizigcina entlokweni ezi zinto okanye sizotshitsha icoruse/indlela
Asikwazi ukutshitsha icourse kuba icawa ayiyo yethu, yeyikaYesu Kristu

Namhlanje sizofunda ngeendima (role, izikhundla =positions) ecaweni.

Kukho iindima ecaweni kwaye, zazidalwa/zazinikwa nguThixo, kwayeMandikuxelele kutheni zibalulekile; ngaphakathi kwayo uzofumana ulonwabo olukhulu.

I. Indima Yedoda kukukhokela (v8)

1Ti 2:8  Ngoko ndinga angathandaza amadoda kuzo zonke iindawo, ephakamisa izandla ezingcwele, engenangqumbo, engenantandabuzo.

A. Amadoda kumele akhokela usapho lwabo emthandazweni
B. Tata, Ukuba usapho lwakho belungayenzi umsebenzi wasekhaya kuleveki, ingxaki nguwe, ingxaki ndim!
1. Oomama abaninizi bathatha indima yendoda kuba indoda iyatshona (qhaphela mama!, kwaye phakama tata).
2. Inoba akho tata endlini, Sisizathu esikhulu sokungena ecaweni! Sidingana. Ngakumbi abantwana abanotata, abanomama. Bafunyanwa phi imizekelo yabo, Ecaweni!
C. UThixo uzimisela (determine), uyalathela (appoint) iindima
1. Ubuntu busoloko bunengxaki ukulandela icebo lakhe-ngenxa isono
2. Kodwa mandikukhumbuze into; uThixo wadala iindima kwaye iindima zikaThixo zilungile!
3. Ukuba ulandela iindima zikaThixo, iindima zakhe zizokukhaphela/zizokukhokela kuxolo, kuthando, nakuvuyo, njalo njalo
4. Iindima zehlabathi sikukhokela kwizinto ezibhidisayo, eziyoyikekayo, zizokukhokela kwinxwabanxaba.
D. Sudela (dispise) indima yakho! Indima yakho yadalwa nguThixo, kwaye ngaphakathi kwayo uzofumana ulonwabo olukhulu.
E. Khumbula lencwadi iyasifundisa ukuziphatha phi? Ecaweni!
1. Ezi ziindima ecaweni. Siyicawa, kwaye sisayicawa ngaphandle kwisakiwo; ezi zindima for bomi bakho, not enkonzweni nje kodwa ebomini
F. Indima yendoda kukukhokela ecaweni, elusaphweni.
II. Indima Yomfazi kukuzinxiba ezifanelekileyo (v9)

1Ti 2:9  Kwangokunjalo mabathi nabafazi banxibe iingubo ezifanelekileyo, beneentloni, benesidima, ingabi kukuphotha iinwele, nokunxitywa kwegolide neeperile, nesambatho esixabiso likhulu;

A. Ithi ngesingesi adorn themselves in modesty
1. Kunzima ukuba indoda enothixo, kwaye kunzima ukuba umfazi onothixo
B. Kwaye enyanisweni le vesi ayithethi ngezinto eziphandle, ngempahla
C. Ngelishwa most abafazi baxakekile kakhulu, bakhathala kakhulu kwizinto ezingaphandle; iinwele – impahla – iinzipho zomnwe
1. Ingaba ucitha ixesha elingakanani ukuzilungiselela ngokuhamba?
2. Ingaba ucitha ixesha elifanayo kwilizwi likaThixo?
3. Ingaba ukhathala khakulu ngelook yakho, kunomphefumlo/moya wakho?
D. (V9-10) Abafazi baneendima ezihlukileyo ecaweni,

1Ti 2:10  mabathi (ngokufanele abafazi abathi bahlonela uThixo), bavathe imisebenzi elungileyo.

E. Xa unxiba ngendlela eyifanelekileyo, uzoba nemisebenzi elungileyo. Yintoni imisebenzi eyilungileyo ekumele yenziwe yabafazi?
1. (v11) Umfazi kumele afunde

1Ti 2:11  Umfazi, ezolile, makafunde ethobele konke.

a) fumana ulwazi; Knowledge without action/application is useless.
b) uLwazi ngaphandle kwizenzo ingenanto yanto, irabishi
(1) 1Kor 8:1…Ukwazi oku kuyakhukhumalisa, ke lona uthando luyakha.
c) Xa umfazi uyafunda, kufuneka ibe indlela ukuze angasebenzisa ulwazi.
(1) Umfazi nomsebenzi obalulekileyo; usebenzisa ulwazi lwakhe ukufundisa abantwana bakhe not amadoda.
F. (V12-13) ezi zivesi zisifundisa ngezinto ekungakumeli yenziwe ngabafazi

1Ti 2:12  Umfazi ke andimvumeli ukuba afundise, nokuba ayilawule indoda; makazole.

1Ti 2:13  Kuba kwabunjwa uAdam kuqala, kwandula ke ukubunjwa uEva.

G. (V13-14) Ukulwa lukaEva laluzisa intloni kumfazi, uEva wayeqathwa kuqala, kodwa uThixo wayenza indlela ukubuyisela isidima (dignity) komfazi, kokubeleka abantwana kokukhulisa abantwana.

1Ti 2:14  Kanjalo akulukuhlwanga Adam; kulukuhlwe umfazi, waba sekugqitheni.

1Ti 2:15  Noko ke wosindiswa ngokuzala, ukuba bathe bema elukholweni, naseluthandweni, nasebungcwaliseni, benesidima.

b) Uzinxiba ngendlela eyifanelekileyo ngokufundisa abantwana bakh0
c) V15 yindlela yomfazi ukusebenzisa ulwazi lwakhe afundise abantwana bakhe,
d) nabafanzana ecaweni yakho;  nabanye abafazana ecaweni.
(1) KaTito 2:3  ukuba abafazi abakhulu kwangokunjalo babe nesimilo esibafaneleyo, bangabi ngabatyholi; bangazilahleli kwiwayini eninzi; bafundise okuhle;Tit 2:4  ukuze bayale abafazana ukuba babe nesidima, bawathande amadoda abo, babathande abantwana babo,Tit 2:5  babe nesidima, babe nyulu, basebenze ezindlwini zabo, babe nokulunga, bawathobele awabo amadoda, ukuze ilizwi likaThixo linganyeliswa.
e) ukuba abafazana ecaweni yakho abakwazi ukuziphatha, ingxaki nguwe
f) Umfazi akumeli afundise indoda; unomsebenzi omkhulu nabantwana nabafazana;
g) Kwaye khumbula uThixo wadala iindima kwaye iindima zikaThixo zilungile!
h) Sudela (dispise) indima yakho! kwaye ngaphakathi kwayo uzofumana ulonwabo olunkhulu.
H. Indoda iyakhokela umfazi onothixo uzozibeka phantsi kwigunyalakhe;
a) KwabaseKolose 3:18  Nina bafazi, walulameleni awenu amadoda, njengoko kufanele abaseNkosini.
b) Eph 5:22  Nina bafazi, walulameleni awenu amadoda, ngokokululamela iNkosi; Eph 5:23  ngokuba indoda le iyintloko yomfazi, njengokuba naye uKristu eyintloko yebandla, eli; waye yena ngokwakhe enguMsindisi wawo umzimba.
c) Mama, mfazana kufuneka uqondisise (determine) ukukholwe kwicebo likaThixo
d) IBhayibhile ayithethi ngezi ziindima ixesha elinye nje, kodwa ungazifumana phantsi kwiincwadi zonke; Zibalulekile kakhulu!
I. Indima Yomfazi kukuzinxiba ezifanelekileyo
1. Ukuzinxiba ezifanelekileyo kunento yonke yokubona nomntu ongaphakathi.
2. Into extra: mama, ukuba uzama ukuncedisa omnye umfazana ukuzinxiba ezifanelekileyo ngokumxelela indlela yokunxiba ngaphandle kuqala, ubuqala kwindawo engalunganga.
3. Ingaphakathi; izinto ezingaphakathi kamsinya zizobonakala ngaphandle.

Khumbula sifunde ngokuziphatha ecaweni. Ezi ziindima azenzwanga ngabantu abangakholwayo. – Zenziwe ngamadoda kaThixo – Zenziwe ngabafazi kaThixo -Ukuba akunaThixo njengoThixo wakho awuzokwazi ukufeza intando yakhe/ awufuni ukufeza intando yakhe Kodwa Thina, abantu abakholwayo, sifuna intando yakhe!

Ingaba uyayifuna intando yakhe? Ingaba ungumntwana wakhe?

Indima yakho yadalwa nguThixo, kwaye ngaphakathi kwayo uzofumana ulonwabo olunkhulu.  uThixo afuna siphila novuyo, noyolo, noxolo, nakwi-lockdown; afuna sibengabantu abanomtsalana ngozuko nembeko yakhe (ukuze asindisa aboni).

You May Also Like…

Ukuzikhathalela Ngokwakho

Ukuzikhathalela Ngokwakho

Ukuzikhathalela Ngokwakho 1 Tim 5:3-18 - Khumbula kwakukho ingxaki ezininzi kulecawa. - Lendawo ithetha...

Ukunyula Abakhokeli Ebandleni

Ukunyula Abakhokeli Ebandleni

Ukunyula Abakhokeli Ebandleni 1Timoti 5:17-25 - Ukuba ubufunda lencwadi nathi, uyaqonda; uTimoti wayeshiywa nguPawulos...

0 Comments

Submit a Comment

Your email address will not be published. Required fields are marked *