1 Timoti Articles

Uziqhelisa Ukuhlonela uThixo

Umlungiseleli Omhle (II) uTimoti 4: 6-16 Njengetshayelelo ndizohlola(review)/phinda izinto esizibonayo ngeCawa. Siqale ukufunda ngokuba ngumlungiseleli omhle. - Kufuneka siphulaphule isilumkiso soMoya. - Kuzobakho abantu abazoshiya ukholo "exesheni ngasemva" -...

Umlungiseleli Omhle

Umlungiseleli Omhle 1Timoti 4:1-6 Khumbula abaphulaphuli apha ngokuya uTimoti wayefumana lencwadi; babengabantu baseEfese. Babengabantu abatsha elukholweni, babesuka kamsinya esikweni lehlabathi. - Ngabantu abakholwayo: Abantu abakholwayo baseEfese babeshiya isiko...

ICawa Yinstika Nesiseko Sayo Inyaniso

iCawa Yintsika Nesiseko Sayo Inyaniso 1Timoti 3:14-16 Esisahluko sithetha ngabakhokeli; Khumbula sithetha ngabakhokeli: umveleli, umfundisi. - Kodwa sonke singabakhokeli. Kukho umntu omncinci kunathi, ofunda ngathi (Umzekelo, abantwana bakaJosh nabantwana bam)....
Uziqhelisa Ukuhlonela uThixo

Umlungiseleli Omhle

Umlungiseleli Omhle 1Timoti 4:1-6 Khumbula abaphulaphuli apha ngokuya uTimoti wayefumana lencwadi; babengabantu...