Written by Jeremy Hall

June 17, 2020

Ukuzikhathalela Ngokwakho

1 Tim 5:3-18

– Khumbula kwakukho ingxaki ezininzi kulecawa.

– Lendawo ithetha ngoxanduva/ngomthwalo/ngemfanelo ukukhathalela usapho lwakho (amalungu onke elusaphweni, nasecaweni). Babe-invest ebomini bethu kakhulu, sonke sinetyala kubo! babesikhulisa.

I. Beka/hlonela umama, umakhulu, umakazi wakho (V3-4)
A. Ngumyalelo kaThixo! v4 isinika omnye umyelelo; mabafunde,awukwazi, andikwazi, ayinto edaliweyo, yinto efundayo!
B. Masifunde; kukho indlela elungileyo nendlela engalunganga.
C. bababuyekezele umbuyekezo ooninakhulu= babe-invest ebomini bakho, unetyala kubo! babekukhulisa
D. Isizathu sokuthobela, kuba oko kuhle, kwamkelekile emehlweni kaThixo,ngamanye amazwi, ukuba ungathanda ukumkholisa uThixo, kufuneka ufunde ezi zinto.
E. (v7) iBhayibhile iyalela abafundisi ukuthethela (yalela) ezi zinto, ukuzibeka ezi zinto ngaphambi kwabantu babo
F. (v8) iBhayibhile ithetha kabukhali/rhabaxa ngabo abangathobeli ezi zinto.
1. ulukhanyele ukholo,Abo ngabantu bawesi kunabantu abangakholwayo
G. Ngumsebenzi wakho, ukukhathalela ngokwako; Awungumsebenzi worhulumente, awungusebenzi wecawa
1. uThixo utsho ngumsebenzi wakho. Abantu abaninzi bacinga ngumsebenzi wecawa ukukhathalela amalungu onke, kodwa iBhayibhile isifundisa enye into, icawa izoncedisa abo abahlolokazi abangana bantwana.
2. Zikhona iimfuneko ngejongo.
H. (v11) iyasifundisa ukumangala refuse, bamangalekutheni?  v11-13
II. Yintoni umhlolokazi wenene? Ubonakala njani lomntu?
A. Kuzobakho abantu abazofuna uncedo” lwethu, kufuneka sibenobulumko, sifunde
1. Kukho iimfuneko ezininzi zokufumana uncedo lwecawa- ithi v3, abangabahlolokazi ngenene(v5)
B. Amaxesha amaninzi sicinga uncedo luvela kokunika into oko;
1. Umzekelo, ukuba umntu uyahlupeka ulambile, kumele ndimnika ukutya, kodwa inoba ndimnika ukutya kwaye uthatha imali yakhe yokuthenga iziyobisi; ukuba ndinika umxili utywala, ingaba ndiyamncedisa?
C. yi yoo lonto kukho iimfuneko, ukuze singafunda ukucedisa abantu, hayi ukhonzakalisa bona; singakhonzakalisa bona, kwaye singakhonzakalisa igama lenkosi yethu ukuncedisa nje!
D. Icawa kumele bancedisa abahlolokazi benene,
1. (v5) “eshiywe yedwa”, oomama banabantwana
2. (v5) “uthembela uThixo” = umntu othembela uThixo ngumntu ebengena eknozweni, ebekhonza, ebenomlungiselelo, ngumntu othandaza oko
3. (v6)hayi omnye ofuna ukulonwaba ixesha lakhe nje (thatha umhlala phantsi nje), abantu behlabathi benza lento; amaKristu aphilela igama likaYesu
4. (v9) uneminyaka eyi60, ngaphezulu; wayetshatha nomnyeni omnye
5. (v10) kukho uluhlu lwemisebenzi emilungileyo kulevesi; ngamanye amazwi unobungqina obulungileyo.
E. (v11-14) icawa kumele bamangale abanye kuba icawa ikhona ukuncedisa abantu, hayi ukonzakalisa abantu.
1. Kwaye kufuneka sikholwa ilizwi likaThixo lonke njengenyaniso, nangona asiliqondi ekuqibeleni.
F. (v16-18)Ukuba sincedisa bona asizobanamali yokwenzi izinto ekumele sizenze
1. Sincedisa abahlolokazi benene
2. (v17)Sincedisa “amadoda amakhulu”, kumbhula xa iBhayibhile isebenzisa amadoda amakhulu ithetha ngabaveleli/ngabafundisi.
3. Ungabona lento xa ufunda ngomsebenzi wabo, “abulalekayo (labour) elizweni nasemfundisweni”
4. ukuba amadoda amakhulu awongamele kakhuhle; aqonda iimfundiso eziphilileyo
5. Icawa inoxanduva ukumlondoloza umfundisi, kabini
a) umsebenzi womfundisi ubalulekile kakhulu, ubalulekile kunogqirha. Uzokukhokela kobomi obungunaphakade.
b) Abantu babathathala imali eninzi ukuphila nconco
c) Ingaba uvumela ukubhathala imali engakanani ukuva amazwi wobomi? for abantwana bakho?
G. If icawa ayifuni ukumlondoloza umfundisi, icawa izophela nomntu ophakama ofundisa kodwa akaqondi ezinto ezithethayo
1. kuba indoda enobuthixo uzolondoloza usapho lwakhe
2. Indoda kaThixa akazokwazi ukuhlala/ukusebenza endaweni engenamali ukumncedisa ukulondoloza usapho lwakhe

You May Also Like…

Ukunyula Abakhokeli Ebandleni

Ukunyula Abakhokeli Ebandleni

Ukunyula Abakhokeli Ebandleni 1Timoti 5:17-25 - Ukuba ubufunda lencwadi nathi, uyaqonda; uTimoti wayeshiywa nguPawulos...

0 Comments

Submit a Comment

Your email address will not be published. Required fields are marked *