Ukudla Ubomi KunguKristu (III)

Written by Jeremy Hall

March 9, 2020

Ukudla Ubomi KunguKristu (III)

KwabseFilipi 1:27-30

Sizogqiba ukubona yintoni “Ukudla ubomi” Ukuphila ubomi

  • iTV iyasinika iingcinga malunga ubomi; Ngesiqhelo xa umntu enezinto ezinizi uphila ubomi, Ubomi obugqitheseleyo buqamba/benziwe nezinto (uYohane 10:10). Kodwa le yinto uYesu awayithethayo xa wathi ungaba nobomi obugqitheseleyo?
  • For umKristu Yinto ukudla/ukuphila ubomi? UPawulos apha wathi :Php 1:21Kuba kum mna, ukudla ubomi kunguKristu, ukufa kuyinzuzo.
  • Yintoni le? Ukudla ubomi kunguKristu?

Sibone izinto ezibini; zikhona izinto ezinthathu apha ezicacisa ukudla uKristu.

Ukudla uKristu…

  1. Zihambayo iindaba ezilungileyo (ukuphilela ukuspredisha ezilungileyo v12)
    1. UPawulos wayefuna ukuqiniseka ukuba abantwana bakhe (elukolweni) babeyazi into,
      1. Babemthanda uPawulos; Babekhathazekile ngaye; UPawulos wayebhala lencwadi ukuncedisa bona, Wayefuna ukuba abantwana bakhe baphile noxolo/novuyo
      2. Izinto ezazizenzeka zazizenzeka”ezihambayo iindaba ezilungileyo”
    2. uPawulos wayesokola apha; Wayeqonda ukuba izinto ezimbi zazinenjongo; uThixo wayezisebenzisa ukuspredisha/sasaza ivangeli
    3. UThixo wayenabantu endlini kaKesare ukuba babedinga ukuva ivangeli. Ngaphandle kokusokola kukaPawulos, zange ibiyenzeka.
      1. UPawulos wayefuna ukusetyenziwsa nguThixo, kwaye uThixo uyamsebenzisa (ngedlela yakhe)
    4. UThixo wayesebenzisa ukuhlupheka/ukusokola kaPawulos ukuspredisha ivangeli.
    5. Thina, siyafana. Kufuneka sikhumbule lento, uThixo zange alahla isilawuli, kwaye singabano vuyo nangona siyasokola…

Yintoni ukuphila uKristu? – Kukuphilela ukuspredisa ivangeli

  1. Ukwenza Mkhulu uKristu Emzimbeni Wethu (v20)
    1. NgesIngesi ithi, to magnify = ukwenza mkhulu, acace, namfutshane kwabanye abantu – ngoku khonza abanye abantu.
    2. uPawulos apha, wathi, UmKristu yenza mkhulu uKristu emzimbeni wakhe…
      1. Sonke senza izinto ezinkulu ngomzimba wethu.
      2. Senza nkulu into esiyilangazelela nangokuyithemba;
      3. Xa ulindela into, xa uthemba into uzoyenza khulu; cinga ngeqela lakho, uthule ngalo na? Hayi! Abantu bonke baqonda ungumlandeli walo. Wenza nkulu igama lalo. Inoba uthenga ityephu, isikipha salo.
    3. uPawulos ingaba wayelindela ntoni? uYesu Kristu, ukufika kwakhe; uYesu uzobuya ehlabathini
  • UkuHlala kokuzifaneleyo iindaba ezilungileyo (v27)
    1. Yinto ukuhlala kokuzifaneleyo iindaba ezilungileyo?
    2. Apha uPawulos wayethetha ngobunye ngaphakhathi kwabo
      1. IBhayibhile iTestamente entsha ithetha kakhulu ngobunye (66)
      2. Ihlabathi lidinga ukubona into ehlukileyo; Izinto zonke zophukile, zohlulekile
      3. Abantu kumele babone into ehlukileyo ebantwini kaThixo
    3. Kumele sonke sibeno moye mnye; Levesi ayithethi ngokuba noMoya Oyincwele (iBhayibhile isebenzisa “m” not “M”). Kumele sonke sibe nomoya nomphefumlo mnye
      1. Le vesi ithetha ngokuba nejongo enye. Sonke sijolisa kwinto enye. Silwa kwimfazi enye.
      2. Sihamba ngedlela enye; Ewe, kungenxa uMoya Oyingcwele, nelizwi lakhe. Ngenxa ivangeli;
    4. Sonke silwela inkolo yeendaba ezilungileyo.
      1. Yiyoo lonto Asizoba nobunye nabantu abashumayeli iindaba ezilungileyo; asikwazi ukuba nobunye nabo.
      2. Ubunye bethu bumalunga iindaba ezilungileyo; not iicawa, not imisebenzi emilungileyo, kodwa ubunye bethu busezindabeni ezilungileyo; bukwivangeli.
        1. If akushumayeli ivangeli; ukuba enye icawa ayishumayeli ivangeli, akho bunye;
        2. Abantu badinga ukuva iindaba ezilungileyo; badinga ukulumkiswa; badinga ukuqonda ukuba ngaphandle kobabalo lukaThixo, nokholo kwindlela yakhe yosindiso, bazobona inqumbo kaThixo. Kodwa uThixo akafuni lento, yiyo loo nto wayeyenza indlela ukuncedisa abantu.
      3. Akukho i-spectators/ababukeli, akukho abantu abahlala ecaleni.
        1. Ukuba asihambi kunye kuzobakho i-friction/ingabano/impixano (umzekelo wezitena)
        2. Ukuba ucinga injongo yecawa yethu yokuhlanganisa nje, nokulonwaba ixesha lethu,
      4. Ukuze singaba nobunye kuzofuneka sonke sivumele ukuncama amacebo ethu, nokumamkela amacebo akaThixo ebomini bethu.
        1. Ubunye abuzokwenzeka ngaphandle kwalonto
        2. Ukuba unamacebo akho, ndinamacebo am, sizohamba kwindlela ezihlukileyo
        3. Kodwa, uThixo afune sihamba kunye, silwela inkolo yendaba ezilungileyo.
      5. NjengamaKristu, kumele sisoloko sicikide iminqeno yethu; Ingaba yivela phi? yivela kuThixo. Yihambisana nelizwi lakhe na?
      6. If yivela kuThixo, ayinamsebenzi obani unathi (it doesn’t mater who is with us, or not with us) okanye unganathi, sizobase fazweni wenkolo.
        1. uPawulos wayefuna ukuqiniseka ukuba abantwana bakhe babezenza izinto ezilungileyo, nokuba ebekhona nabo okanye ebengekho.
        2. Siphumelela njengabazali xa abantwana bethu benza izinto ezilungileyo xa singekho nabo.

 

Ingaba ubuthatha amacebo kaThixo njengamacebo akho?

Ingaba ulwela inkolo yendaba ezilungileyo?

Ingaba uphila uKristu? Okanye usaphila ubomi bakho? Sonke senza izinto ezinkulu emzimbeni wethu – Ingaba yinto le ebomini bakho?

Ingaba yintoni ithemba lakho? umsebenzi na? imali na?

Ingaba ulindela ntoni? Ingaba uncedisa bani, ukhonza bani?

Ukuphila uKristu kukwenza mkhulu emzimbeni wakho!

Ingaba uyasokola njani? Uyakhalaza, okanye uyakhumbula ukuba uThixo angasebenzisa ukusokola kwako ukuspredisha ivangeli

You May Also Like…

Ukucikideka Komntu

Ukucikideka Komntu

Ukucikideka Komntu (The Proof of the Man) KwabaseFiliphi 2:16-24 Ukuba umntu ubugocagoca (ubuxilonga) ubomi bakho,...

Ukoyisa Ukukhalaza 

Ukoyisa Ukukhalaza 

Ukoyisa Ukukhalaza  KwabaseFilipi 2:12-18 Ndinomyalzo namhlanje ongasincedisa sonke. Lomyalezo ongasincedisa nesono...

Sigcina Njani Ubunye

Sigcina Njani Ubunye

Sigcina Njani Ubunye (KwabaseFilipi 2:1-11) Sibone ukuba lencwadi yonke ithetha ngovuyo. Noba yintoni imeko yethu,...

0 Comments

Submit a Comment

Your email address will not be published. Required fields are marked *