Ukuba ubani unedlebe, makeve

Isityilelo 13:9

..Live ilizwi likaYehova

II YokumKani 20:16

…Banoyolo abo balivayo ilizwi likaThixo baligcine

uLuka 11:26

Dibana Nathi

iNombolo Yefoni: 082-598-6081

iEmail: jhsouthafrica@gmail.com

iDelesi Yethu: 57 Malibale St.

Soweto on Sea

Port Elizabeth

South Africa 

iimpahla

Imalunga Injongo Yethu: nguMfundisi uMkuseli

Yinjongo yethu kukuqiniseka ukuba abantu bonke ehlabathini lonke linetuba ukuva iindaba ezilungileyo zikaYesu Kristu kolwimi lwabo. Sinomqweno wokunika abantu indawo apho bangangena khona bangafumana iiresources zesiXhosa zokufunda, nokubukela, nokusebenzisa ukuze bangasasaza umyalezo wevangeli